Diepkloof combined school

Diepkloof combined school Sixoxa noma kungani equbeka la esgela Noma yini othanda ukusixoxela noma ukusibonisa yona

31/05/2020

Naphantsi kwale meko sijongene nayo Kodwa isigqibo siphumile Ku rhulumente nakwisebe lemfundo.

Masibuyeleni entsimini, aythethi nto eyokba ixesha limkile . ekugqibeleni impilo nayo Izaku qhubeleka, imfundo sesona sixhobo sawzimela silwe ngaso kule mfazwe.

Zilungiseleleni ke sibuyeleni eskolweni sifake izixhobo zokuzikhusela, ucoceko noku sebenza ngokuzimisela. Makube njalo...

16/01/2020

Welcome back
Omnye unyaka kwakhona wokusebenza nzima.

Masiqaliseni kwakhona sizimisele sihloniphe iititshala zethu sibe ngabantwana abamamelayo, abayithandayo incwadi abane minqweno yekamva eliqaqambileyo. akukho Dlozi na Thixo, okanye umthi opasisa umntu, kukufunda qha qwaba.

However we cannot tolerate the misbehaviour of some learners within our school premises.
Nangona urhulumente esikrhwithe amalungelo oku
Okulawula indlela yokuziphatha kwabafundi ezikolweni, but whenever somebody's behavior is unacceptable consequences should and will be severed.

We wish you all a successful and a blessed year 2020❤

13/10/2018

Matric kushubile babhem

22/03/2018

Bafundi ayiyo nto intle ukukhulelwa usefunda. Inani labafundi abakhulelweyo kulo nyaka linyuke nge 8% sofar ngokwezibalo ezinga gunyazwanga imbhi lento

11/11/2017

Matric 2017 kungathi kunzima bantabam kodwa ningapheli amandla

Hambani nozivuyisa ningalibali kuselana namagumla nibhubhisana namasaka okutya
11/07/2017

Hambani nozivuyisa ningalibali kuselana namagumla nibhubhisana namasaka okutya

11/01/2017

Akesbuyiseni ingqondo zethu emaholidini sesilapha ke manje,

07/01/2017

Nenzekahle bantabam matric 2016 nisebenzile kakhulu syabonga niybambe lapho

07/12/2016

Ake ngibone izandla kwabaphasile

Siyagqiba ubhala siyohlala emakhaya. singenzi into ezimanyumnyezi. Masibhuyazeleni ukuphela kwesiqingatha sokugqibela ku...
17/11/2016

Siyagqiba ubhala siyohlala emakhaya. singenzi into ezimanyumnyezi. Masibhuyazeleni ukuphela kwesiqingatha sokugqibela kunye nabadanisi abavutyelwe kwesi sikolo sethu



vanue : umzimkhulu collage hall
date : 19 november 2016
time : 10 : 00am

LOCAL ARTIST MUSIC SHOW

20/10/2016

Grade 12 nikhiphe unyawo ngempela bantabam niqophe umlando kulonyaka

Address

R56
Umzimkulu
UMZIMKHULU

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Diepkloof combined school posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Shortcuts

Share

Category