24/09/2026
๐๐ก๐ข๐ช. ๐๐๐ง. ๐ฅ๐๐ฃ๐ข๐ฅ๐ง. ๐ฆ๐จ๐ฃ๐ฃ๐ข๐ฅ๐ง.
How can you recognise gender-based violence?
Gender-based violence (GBV) includes physical, s*xual, psychological and economic harm based on gender or s*xuality.
GBV can happen anywhere and can affect anyone. Knowing what GBV looks like is an important first step in preventing it.
Learn more about GBV prevention and support services at SU: https://www.su.ac.za/en/students/gender-based-violence
๐ฌ๐๐ญ๐. ๐ฌ๐๐ก๐ญ๐. ๐ซ๐๐๐. ๐ซ๐๐๐ฆ๐.
Ungabubona njani ubundlobongela obusekelwe kwisini?
Ubundlobongela obusekwe kwisini (iGBV) iquka ukwenzakala ngokwasemzimbeni, ngozesondo, ngokwasengqondweni, okanye ngokwezoqoqosho ngokusekelwe kwisini okanye ngokweemvakalelo ngezesondo. I-GBV ingenzeka naphi na kwaye inokuchaphazela nabani na. Ukwazi ukuba iGBV ibonakala njani linyathelo lokuqala elibalulekileyo ekuyithinteleni
Funda banzi malunga nothintelo neenkonzo zenkxaso zeGBV eSU apha: https://www.su.ac.za/en/students/gender-based-violence
๐ช๐๐๐ง. ๐ง๐ฅ๐๐ ๐ข๐ฃ. ๐ ๐๐๐ ๐๐๐ก. ๐ข๐ก๐๐๐ฅ๐ฆ๐ง๐๐จ๐ก
Hoe kan jy geslagsgebaseerde geweld uitken?
Geslagsgebaseerde geweld (GBG) sluit fisiese, seksuele, sielkundige en ekonomiese skade op grond van op geslag of seksualiteit in.
GBG kan oral gebeur en kan enigiemand raak. Om te weet hoe GBG lyk, is 'n belangrike eerste stap om dit te voorkom.
Vind meer uit oor GBG-voorkoming en ondersteuningsdienste by die US: https://www.su.ac.za/af/studente/geslagsgebaseerde-geweld