07/12/2022
Molweni bazali
Oku kukwazisa ukuba iiREPORTS zabantwana ziyalandwa :
*Ngomso ngoLwesine
Ngo9:00 ukuya ku 13:30.
*NgoLwesihlanu
Ngo9:00 ukuya ku12:00
Enkosi kakhulu ngentsebenziswano. UThixo anisikelele niseza. Amen