Qumbu Village Primary School

Qumbu Village Primary School THE SKY IS THE LIMIT

30/04/2026

Bazali ababekekileyo

Please note that ngomso abantwana abezi esikolweni yi-Workers Day.

Bobuya ngomvulo nje ngesiqhelo.

From Mr S. Mdodana (Principal)

10/02/2026
Appreciation post to OM Inspirational Talks for a generous donation of sanitary pads to our learners. .
20/01/2026

Appreciation post to OM Inspirational Talks for a generous donation of sanitary pads to our learners.

.

Please note BazaliUkuba umntana wakho uyaqala nqga ukuzifunda  Qumbu Village Primary School xa uthenga iincwadi usebenzi...
04/12/2025

Please note Bazali

Ukuba umntana wakho uyaqala nqga ukuzifunda Qumbu Village Primary School xa uthenga iincwadi usebenzisa le list ingentla.

Ukuba ebehleli efunda apha sicela usebenzise leh ingezantsi.

(3*3 Quire, 1*2Quire, & typek)
This talks to parents abanabantwana abazofunda u Grade 5 only.

28/11/2025

Molweni bazali
Niyamenywa kwintlanganiso yabazali ngomhla we 04 December 2025(Ngolwesine kwiveki ezayo)
Ixesha: 09:00 am
Indawo: Qumbu Village Primary School.
Enkosi
Ozithobileyo
Mr S.Mdodana

Christmas came early at Qumbu Village Primary School courtesy of the Motsepe Foundation.   kazi abazali bayayazi nah?
20/11/2025

Christmas came early at Qumbu Village Primary School courtesy of the Motsepe Foundation.
kazi abazali bayayazi nah?

Qumbu Village Primary School cordially invites learners and parents for the Term 2, Top Achievers Awards taking place at...
28/08/2025

Qumbu Village Primary School cordially invites learners and parents for the Term 2, Top Achievers Awards taking place at Qumbu Village Primary School on the 29th August (this Friday).

Please note that entry is by INVITE ONLY. (One parent per learner)

Regards
Mr S.M Mdodana (Principal)

25/06/2025

Molweni z'hlobo

Oku kukunazisa oko kuba ngomhla we-26(Ngolwesine) nangowe-27(ngolwesihlanu) kaJune kukhutshwa iReports eskolweni usukela ngo07:00 ekuseni ixhesha.

Ozithobileyo
SM Mdodana(Principal)

12/06/2025

Molweni Bazali.
Oku kukwazisa ukuba abantwana abagqibanga ukubhala iimviwo zabo zika Juni, bazakugqibezela ngolwesibini 17th June 2025 ngenxa ye weather eye yasiphazamisa kwezintsuku zidlulileyo.

Ukuqala namhlanje (12 June 2025) ukuya ngolwesibini (17th 2025), abantwana sicela bathathwe ngo half past one. 13:H30

Ozithobileyo: S.M. Mdodana (Principal).

10/06/2025

Bazali sicela bangezi esikolweni namhlanje abantwana due to bad weather
From Mr Mdodana

08/12/2024

Mzali Obekekileyo

Oku kukwazisa okokuba iireports zabantwana ziyaphuma nge 09/12/2024-10/12/2024.

Ixesha: 07:00am

Ozithobileyo
Mr S Mdodana
(Principal)

Address

South Street ERF
Qumbu
1597

Opening Hours

Monday 09:00 - 15:00
Tuesday 09:00 - 15:00
Wednesday 09:00 - 15:00
Thursday 09:00 - 15:00
Friday 09:00 - 13:00

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Qumbu Village Primary School posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The School

Send a message to Qumbu Village Primary School:

Shortcuts

Share

Category