14/01/2022
Ukubhaliswa kwabantwana ukuqala ku Grade R ukuya Grade 7 kuyaqaliswa ngomhla we 17/01/2022
Izinto ezifunekayo
1. Birth certificate
2. Report
3. Transfer
4. ID yomzali
5. Icard lase clinic
Enkosi 🙏🏾