ST Bedes Public School

ST Bedes Public School St Bedes Public school official page

Isikolo sininqwenelela nonke iiholide zePasika ezimyoli nezizele luvuyo. Malibe lixesha lokuphumla, lokonwaba kunye neen...
27/03/2026

Isikolo sininqwenelela nonke iiholide zePasika ezimyoli nezizele luvuyo. Malibe lixesha lokuphumla, lokonwaba kunye neentsapho nabahlobo benu.

Niyacelwa ukuba nihlale nikhuselekile, nizinakekele, nize nibuyele esikolweni niphilile, nilungele ukuqhubeka nokufunda.

Iiholide ezimyoli kuni nonke💙🩵

Isebe lweze nkonzo yesi Polisa yase Molteno ibibambe  inkonzo yokunikezelwa kwezihlangu kubantwana beskololo abaphuma kw...
23/03/2026

Isebe lweze nkonzo yesi Polisa yase Molteno ibibambe inkonzo yokunikezelwa kwezihlangu kubantwana beskololo abaphuma kwizikolo zase Komani. Lomsitho ubu banjelwe e Mariah Louw High School apho i St.Bedes ibiyinxalenye yalomsitho. Sibamba ngazo zozibini kwisebe lenkonzo yesipolisa sithi nangamso🩵💙

20/02/2026

Molweni ukuba ungumzali onomntana ofunda e St Bedes, umntana ose lungelweni ono facebook okanye unomdla ngokwenzeka kwesi skolo ndicela ulandele le Page for upcoming events, imiyalezo nokunye okusuka eskolweni, enkosi 💙

Address

Bongweni, Tylden
Queenstown
5320

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when ST Bedes Public School posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Shortcuts

Share

Category