12/06/2026
Molweni Bazali babafundi bethu sithanda ukunikhumbuza..
John Masiza PS is located in the Gqeberha Township of Walmer Location. The school has nearly 1500 pupils from Grade R up to Grade 7. John Masiza in 1935.
The school was founded by Rev. It is the oldest school in Walmer Location.
12/06/2026
Molweni Bazali babafundi bethu sithanda ukunikhumbuza..
05/06/2026
Sibulisa kuni nonke kwaye sijonge phambili ukubabona abantwana esikolweni enkosi.
03/06/2026
Kwakhona nicelwa niqaphele apha esi sazisoπ ππ
03/06/2026
Molweni bazali siyaxolisa ngokuthumela ngelixesha nathi siwufumene mva lomyalezo.. Enye nenye sobe siyazise okwalomzuzu sicelwa siqhaphele apha
26/05/2026
Sithanda uvuyisana nomnye womfundi wethu ogama linguLinokhanyo Skade okwibanga le7 noye waphumelela waza wonyulwa ayosimela ukuba adlalele iUnder13 kwiEP Squash sithii Halalaaaaa kuwe ntwazana uqhubeke ubheke phambili siyaziqenya ngawe πππβ€οΈπΊ
21/05/2026
Mr & Ms John Masiza 2026
Urgent Notice: School will be dismissed early today at 13:00 due to the weather warnings. Please arrange with transports for your children to be collected promptly.
11/05/2026
Bazali Ababekekileyo
Oku kukwazisa ukuba ukuqala ngoLwesithathu umhla we 13 My 2026 isikolo sizakuphuma ngalamaxesha alandelayo
Grade 1 ngu 14:00
Grade 2&3 ngu 14:30
Grade 4-7 ixesha ngu 15:00
Isizathu sotshintsho lwamaxesha kukubuyisa ixesha lezantsuku zintathu ngenxa yemozulu ebinemvula. Siyacela nazise iitransport ngolutshintsho. Lenqubo yamaxesha iyakuqhuba kude kuvaiwe izikolo.
Oziyhobileyo
Miss Roxa (Acting Principal)
07/05/2026
Molweni Bazali.
Nasi isaziso esibalulekileyo esiza kuni sicela niqaphele nize nazise nabanye. π
05/05/2026
God evening Parents and Guardians
Please take note:
| Monday | 08:00 - 14:30 |
| Tuesday | 08:00 - 14:30 |
| Wednesday | 08:00 - 14:30 |
| Thursday | 08:00 - 14:30 |
| Friday | 08:00 - 01:30 |