21/11/2025
Emsengeni Primary School
To provide quality education to learners in order to uplift and empower them to play a responsible an
21/11/2025
Bekukuhle kumnnadi kakhulu siyabulela!!!! Enkosi!!!!Enkosi!!!!
Thanx to Motsepe Foundation for Christmas Gifts to our learner's we are soo happy and ready for Christian ππππππππ₯°ππΊ
Sihambile kwabamnandi kakhuuuuluuuu
12.11.2025 Emsengeni Primary School GrR 2025 Graduation ceremony
Bekukuhle kumnandi beve kamnandi abantwana bethu
Enkosi kuni bazali ngoku sithemba ngabo
Siyathembisa sizakubathanda sibakhusele kuba sijonge lukhulu kubo
Kuya c**a uphelile unyaka as long besiva kamnandi sihappy ke.nathi
GR R day 2 graduation day
Halalaaaa intliziyo ziva kamnandi
12/11/2025
Zonke zikhona laa!!!bekumnandi kunjeya ....halalallaallalala
Click here to claim your Sponsored Listing.
Location
Category
Website
Address
Naka Street, Zwide
Port Elizabeth
6201