Daniel's Public Primary School

Daniel's Public Primary School Daniels Primary School was established in 1978 by the late Mr Daniels. It's a Primary school starts from Grade R to Grade 7

03/06/2026

Molweni bazali ngenxa yemozulu kwakhona urhulumente ucela abantwana bagcinwe ezindlini bekhuselekile. There will be no school today and tomorrow

Bazali uphindile umqeshi kwakhona ngenxa yemozulu . Kuyacelwa abantwana bahlale ezindlini.
07/05/2026

Bazali uphindile umqeshi kwakhona ngenxa yemozulu . Kuyacelwa abantwana bahlale ezindlini.

Molweni bazali. Sinengxaki entsha kraca ngenxa yemozulu kuyacelwa ningabakhuphi abantwana plz bahlale ezindlini kubi
06/05/2026

Molweni bazali. Sinengxaki entsha kraca ngenxa yemozulu kuyacelwa ningabakhuphi abantwana plz bahlale ezindlini kubi

24/03/2026

Molweni bazali. Sisisikolo siyaxolisa kakhulu Kuba kuyabonakala ukuba aliphumeleli itheko ngenxa yokungabhatali kwabantwana kwangethuba s**a bangabonakali kwasesikolweni besakugqiba ukubhala. Asikwazanga ke ukuwenza amalungiselelo. Siyaphinda siyaxolisa. Ngxe bazali. Izakubonakala ukuvulwa kwezikolo.

09/01/2026
Molweni bazali bam ndiyathemba ningene kakuhle kulo nyaka nabantwana bethu
09/01/2026

Molweni bazali bam ndiyathemba ningene kakuhle kulo nyaka nabantwana bethu

02/12/2025

Molweni bazali. Reports ziyaphuma Friday umhla we 5 ku December from half 8 kusasa . Niyacelwa nize ngobuninzi benu. Enkodi

25/04/2025
26/03/2025

Bazali niyacelwa ukuba nizokuthatha iireports zabantwana ngolwesihlanu umhla we 28 kuMarch 2025, ngentsimbi
yesibhozo kusasa.

Okwesibini niyacelwa ukuba abantwana nibaphathise izitya ezivalekayo ngomso( Lwesine) umhla we 27 March bazokufumana ipapa

Enkosi

Makhe sizame kuba usindezama akanatyala
21/03/2025

Makhe sizame kuba usindezama akanatyala

Address

4Haya Street Zwide
Port Elizabeth

Opening Hours

Monday 07:30 - 15:00
Tuesday 07:30 - 15:00
Wednesday 07:30 - 14:00
Thursday 07:30 - 15:00
Friday 07:30 - 13:30

Telephone

+27414644113

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Daniel's Public Primary School posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The School

Send a message to Daniel's Public Primary School:

Shortcuts

Share

Category