27/09/2026
SPRING SCHOOL ALERT‼️‼️
Bazali abanabantwana abenza uGrade 12, oku kukukwazisa ukuba umntana wakho owenza Matric uyafuneka esikolweni uqala ngoMvulo ukuyakuma ngoLwesihlanu. Siyacela niqinisekise bayeza esikolweni kuba iintsuku zokubhala iimviwo zisondele