Sikoma Junior Secondary School

Sikoma Junior Secondary School Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Sikoma Junior Secondary School, School, Ngqeleni.

11/08/2026

Bazali

Sicela nibathumele ngomso abantwana e skolweni.
Kuzakufika oogqirha bee ndlebe na mehlo baxilongwe banikwe uncedo lwamahala kwabo babonakele beludinga.
Masingaphoswa zezi nkonzo zonyango lwafelefele.

Z. Ntuli ( principal)

04/08/2026

Abantwana bakwa grade 3-Sikoma Jss

Bazali

Sicela nibakhulule abantwana beze e skolweni ukusukela ngomso umhla we 05 /08/2026

I Sgb ibacelele utishala wethutyana de abuye u Miss wabo.
Enkosi
Z.Ntuli. ( Principal )

28/07/2026

Molweni bazali ekuseni
Isimo sezulu sibonisa u 100%wemvula namhlanje umhla we 28/07/2026.

Siyacela ningabakhuphi abantwana Bonke. Sikhona thina boo tishala e Skolweni Xa kukho uncedo enilufunayo.

Masikhokhelise ukhuselo lwabo
Enkosi.
Z.Ntuli ( Principal )

27/07/2026

Molweni ngenjikalanga bazali

Ndazisa ukuba abantwana Baka grade 3 nibagcine bangezi e skolweni ukusukela ngomso de kubuye kwaziswe.
U miss wabo akaziva kamnandi use leavin.

Enkosi
Z.Ntuli ( Principal )

20/06/2026

Molweni Good Parents

Ndazisa ngokuzithoba ukuba ngolwesibini nangolwesi thathu umhla 23 ne 24 ka June sawbe sikhupha ii reports zika June zabantwana.

Siqala ngo 9 ekuseni sivale ngo 1 emini zombini ezintsuku.
Izikolo sizivala ngomhla we 24 June 2026
sizivule ngomhla we 21 Julayi 2026
Enkosi

Z. Ntuli ( principal )

Izinwe ezivela Ku Councillor Mjajubana Siyabulela Nogemane , Aa! Zanotshintsho. Sisalindile ke bazali ukhona okunye okuz...
23/05/2026

Izinwe ezivela Ku Councillor Mjajubana
Siyabulela Nogemane , Aa! Zanotshintsho.
Sisalindile ke bazali ukhona okunye okuzayo.

04/05/2026

Bazali
Nasi isilumkiso sikhutshwa ngumntango weze mfundo kwi O.R.Tambo Coastal District.
Sicela abantwana noba gcine ezindlini ngomso ngenxa Yale mozulu itshintshe ngequbuliso

Sakujonga Xa ityhilile sibathumele e skolweni ngolwe Sithathe
Enkosi
Z. Ntuli ( Principal )

Isilumkiso
04/05/2026

Isilumkiso

Isilumkiso esisuka kumnyango wezemfundo O.R.Tambo Coastal
04/05/2026

Isilumkiso esisuka kumnyango wezemfundo O.R.Tambo Coastal

Address

Ngqeleni

Opening Hours

Monday 07:45 - 15:00
Tuesday 07:45 - 15:00
Wednesday 07:45 - 15:00
Thursday 07:45 - 15:00
Friday 07:45 - 14:00

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Sikoma Junior Secondary School posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Shortcuts

Share

Category