Mdibaniso SSS 2024

Mdibaniso SSS 2024 Mdibaniso SSS news and updates

13/06/2022

Grade 12 please bring your ID or birth certificate

06/06/2022

⚠️Isaziso⚠️

Home Affairs uzobe elapha esikolweni ngomso.

04/06/2022

Grade 11 and Grade 10 sekunjaloo nangomso

01/06/2022

⚠️ISAZISO⚠️

Umzali onomntana ofunda uGrade 12 uyacelwa ukuba ngentsimbi yeshumi kusasa ngomso abesesikolweni(10:00 Lwesine,02 June 2022) kuzobe kunikezelwa ngeTablets ngoko ke kufuneka umzali atyikitye amaphepha athile.

Enkosi

28/05/2022

Akukho sikolo namhlanje kuwe Grade 10 and Grade 11

27/05/2022

⚠️Notice⚠️

Friday,27 May 2022

2021 Matric Certificate

Zifikile iCertificates zabantwana bakaGrade 12 bonyaka opelileyo,zingaphuthunywa nanini na.

14/05/2022

Kuwe Grade 11 and Grade 10 akukho skolo ngomso umhla we15 May 2022

13/05/2022

⚠️Notice⚠️

Grade 10 and 11

Abo benza iMaths Lit kanti nabo benza neLife Sciences sisikolo ngomco.

9 kusasa

23/04/2022

⚠️NOTICE⚠️

23 APRIL 2022

GRADE 10 AND GRADE 11

There are no classes for today and tomorrow only due to weather conditions

Thank you

09/04/2022

Molweni

Kuwe mfundi wakwaGrade 12 onomdla wokufunda eNelson Mandela University(NMU) kunyaka ozayo,ithuba lokufaka isicelo(applications) livuliwe. Dibana notitshala bako ke bakucacisele ngcono ngalomcimbi.

Walala wasala

21/03/2022

Grade 11 you're writing IsiXhosa tomorrow

Address

Qanda Location
Middledrift

Opening Hours

Monday 07:00 - 15:00
Tuesday 07:00 - 15:00
Wednesday 07:00 - 15:00
Thursday 07:00 - 15:00
Friday 07:00 - 15:00

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Mdibaniso SSS 2024 posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Shortcuts

Share

Category