08/08/2026
Ide yafika imini ibikade ixelwa....haike abantwana baveza izakhono zabo besenza abadume ngazo. Ngapha ngabazali notitshala bedlala netball.
Otitshala 0- 3 abazali. Ubinzima lo mdlalo.
Bekonwabekile. Isikolo siyabulela kubazali nabafundi kunye nootitshala abathe baphuma ezindlino zabo bezokuxhasa lo mbono umhle kangaka.
Sibulele kakhulu isikolo kumzali othe wazoku donator nge goodies phantsi kwegama lamakhosikazi. Sibamba ngazozozibini. Abafundi baphume bencumile bengawuvali umlomo.
Sithi nangomso
Happy woman's day