ThongoNkulu

ThongoNkulu Umthunywa
Umhlahlubi wendlela🚸 Profiler
All about Spiritual discipline and Teachings
0762387424 for bookings

05/04/2026

Ancestors zethu zenza izivumelwano nemiMoya thizen ngoku nguwe ekumele uthathe lomsebenzi abawushiya bengawugqibanga, kumele uwugqibezele uzokhulula i gazi lakho ( bloodline)

03/04/2026

26/03/2026

Uqala njani ukuhamba lendlela?

26/03/2026

Why uphupha amajazi amaninzi?

26/03/2026

Sithwasa ngokweziGaba

25/03/2026

Once you initiate for more than one institute or qualification what do we call you?

Uyintoni?

24/03/2026

Amen Bangcwele

Ubugqirha, ubuThandazi, ubuprofethi, ubunyanga ezo zi Qualifications

So wenza i course nganye u graduate ubizwe ngayo lonto ( isgaba/ isipho / calling )

Then xa une Qualifications ezimbini okanye ezininzi awubizwa ngazo zonke. Ibakhona lena ozoduma ngayo usebenze ngayo ( yilento uyiyo not izinto onazo)

E.g umntu ofundele ubu Social worker ubayi Social worker then after enze i PGCE ( studying 1 year for a teaching course ) uzo graduate as an Educator. Sizombiza Titshala ngoba uzabe efundisa eskolweni

Asizukuthi ngu Nontlalo oyiTitshala

Moreover umntu othwasele uBuGqirha, ubuNgoma ( akaloGqirha okanye Sangoma lomntu, ubanegama abizwa ngalo)
The same goes for other qualifications once wathwasela iziGaba ezininzi ubaneGama obizwa ngalo

E.g ; ; ; ; ; ; ; ; etc

Imiyalelo IEKSODUS 19 (XHO) 11  kuba ngomhla wesithathu uya kuhla uYehova phezu kwentaba yeSinayi, emehlweni abantu bonk...
23/03/2026

Imiyalelo

IEKSODUS 19 (XHO)

11 kuba ngomhla wesithathu uya kuhla uYehova phezu kwentaba yeSinayi, emehlweni abantu bonke;

14 Wehla uMoses entabeni, waya ebantwini, wabangcwalisa abantu; bazihlamba iingubo zabo.
15 Wathi ebantwini, Ize nizilungiselele umhla wesithathu, ningasondeli ebafazini.

Yilonto sisebenzisa ezi numbers xa sisenza izinto zakwaMoya

3
7
12

Iye ibe yimiyalelo ka Thixo. 👆🏾apha uthi abantu mabazihlambe impahla zabo ngoba awuzi kuye nentsila yasemhlabeni.

Yilonto sineNgubo zokuthandaza esingazinxibi nokuba kuphi nokuba kanjani, mele zihlale zi clean.

uthi bazihlambe iintliziyo zabo ngoba awucingi uze kuye nentliziyo engahlambulukanga. Awuzi kuye ubalabala, ukhalela iimali, ukutya, abantu etc. Uza kuye ngentliziyo e empty kwenzela ayigcwalise.

Uthi uzoza kubo kwisuku lesithathu. Yilonto sizila i 3days xa sifuna uthixo asisikelele ngoba usondela after 3days uhlambulukile azothetha nawe. Kodwa xa esiza akubikho mnandi, kufika izivunguvungu ezihluphekisayo then kumele umve phakathi kwazo.

Abantu ke balilahla apho ithemba zivaleke iindlebe zabo bangasiboni isizathu sokuzila kuba bebona bengaphenduleki qha kuvele izivunguvungu bathi uThixo akayiva imithandazo kanti asizileli ukuba asive.

Sizilela ukuba sive yena ( uyayazi sidinga ntoni, wazi konke )

18/03/2026

Amakhehla alwa izimpi zakwaMoya nogogo abathandazayo

18/03/2026

Akekho mntu oliGqirha/ Sangoma ongumthandazi okanye Mprofethi.

Ayikho inyanga Mthandazi, Mprofethi.

Akukho Mthandazi oyiNyangi.

Mntu ubakwisigaba esithile andule adlulele kwesinye! NoMoya ozakube esebenza kuye uzakube uzinzele esosiGaba.

Wakuhlanganisa iMimoya yakhe axelelwe into ayiyo ngokwe Thongo nangokoMoya.

Mntu uthwasela isigaba esithile asiphothule, abeke ecaleni. Aqale olunye uhambo olukhokhelwa yeminye imimoya abanikazi besigaba eso bathathe indawo.

Zinzelani uMoya!

18/03/2026

Alikho iGqirha, Isangoma eliku Social Media.

Wonke okusocial media ngumntu ophethwe zizithunywa, olawulwa ziziThunywa kodwa onezipho zokunyanga. Banxibe zonke izinto ezinxitywa ngamaGqirha neZangoma kodwa bona abazizo ezonto. Bangathi bazizo kube betye intwaso bakhanda neengcabo, kodwa yindawo ebekumele badlula kuyo leyo, kukhona apho basaya khona nokuthwasa.

Abantu abaphethwe ngooKhokho beMpande, bomshologu basesigodlweni, emrhawuleni, endumbeni bakhanda iyeza qha kwaye badala kwabona ngokwe nyama, abadibani neeCamera, nokuphikisana, bathetha kubekanye kwenzeke and bafuna ukumanyelwa, bade bahlale bodwa bengenabalingani ngoba leNgulo imfuna enjalo.

Abezithunywa bayafundisa kwi social media abakwaziyo babe bekhangela abangakwaziyo, ngoba lemimoya ebaphethe isebenzisa iindlela ezininzi ukudlulisa imiyalezo ngoba isebenzisa iindlela ezininzi ukuphilisa nokutyhila izinto zakwaMoya. Babuze abantu bazintoni! Uzoyiva indaba😅ngoba abazazi ntonje bayazekelisa. Bazibiza ngeziGaba abadlule kuzo hayi umntu anguye

Ayonto yakudala lena! Asoze uBuGqirha noBuNgoma butshintshe nguwe ngoske uphathwe zizitthunywa ezikufuna uthwase izigaba ezahlukeneyo.

Amen bangcwele!

https://www.facebook.com/share/p/1D5SHA8wMa/
19/11/2025

https://www.facebook.com/share/p/1D5SHA8wMa/

So mntase you want to tell me that you have abusive guides and you think that’s normal? Mos that’s why you don’t understand red flags in people 🤔 you think that’s all normal stuff.

Dali if your guides are forcing you to marry someone that you don’t want to, forcing you to work in a field that you don’t want to, forcing you to do anything at all, threatening to make you ill or kill you or harm your children or take away your job or whatever…listen to me well

You know when amakholwa call ancestors demons? Yes, they are talking specifically about yours.

Anything that used oppression, control, bullying, threats, violence, fear, inflicting pain, intimidation etc. as a means of communication, is a dark entity! I don’t care if this is your god owenza kanje, THAT IS A DARK ENTITY!

Dark entities can get into the ancestral space in many ways. Sometimes it is a person who dark while alive (because death doesn’t automatically make a person become clean), and they never evolved. Sometimes it’s a dark entity that someone back then was working with and it’s mow part of the family. Sometimes it’s a generation pain that has darkened the family over time because it’s not being dealt with. Sometimes it’s because the ancestral space was not being taken care of (example sleeping around) so all types of things were able to get in and do as they please, so now you guys have actual demons living in your ancestral space and they are acting like part of the family. It’s honestly a number of reasons, more than I listed.

Now I don’t want you mistaking “baptism of fire” with what I spoke about above. These aren’t the same. Baptism of fire is an overall hard life that is created by the fact that you are of a particular type of lineage and the real you needs high pressure and high heat in order to truly show up. Similar to diamonds. Diamonds are basically limestone or marble (amongs many other things) that went deep underground, hundreds of kilometres, and went through intense pressure and heat from its surroundings, to eventually become diamonds. The distance from the earth’s surface alone means that that thing will be very lonely and will go through all of that havoc alone with nobody telling it what all that pain and misery is for. Many people of this nature tend to think that it’s the ancestors and their god being mean to them when really it’s just their genes. You are not allowed to be like mud or brick or sand or slate like others. Yes they may be quickly chosen and used for things and their wants and needs are fulfilled very early on in life, and wena someone has to decide where they are, to come and look for you where you are, 200 kilometres down, and find you, and they need to understand your type in order to also understand how valuable you are PER CARAT (which is actually much much less than a gram). This mean 10 carats is worth about 50 million rands, but it’s physically about the same size (diameter) as a R2 coin. With things like mud or slate, something worth that amouth would probably be a mountain. I’m not talking about you here!

Wena, your guides are always asking for this and that, never give you the means, always force you to get into situations that end up hurting you in the worst way, you’re pushed around and threatened…you might want to consider going the spiritual legal route to cut them off. Those are most likely demons. You never ever want to have demons around you.

Address

D38 Madakeni Sada Location
Lukanji

Opening Hours

Monday 09:00 - 20:00
Tuesday 09:00 - 20:00
Wednesday 09:00 - 20:00
Thursday 09:00 - 20:00
Friday 09:00 - 20:00
Saturday 00:00 - 20:00
Sunday 03:00 - 17:00

Telephone

+27762387424

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when ThongoNkulu posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The School

Send a message to ThongoNkulu:

Shortcuts

Share

Category