02/05/2021
Ngomso umhla we 03 May 2021 iyaqala ikota yesibini bazali nabantwana bakwa Nothenga Primary School, esi sisikhumbuzo. Singalibali bazali ukuba sise ku level 1 we COVID 19, ngoko ke masibakhuthaze abantwana bethu ukuba banxibe i- masks ezigquma impumlo nomlomo ngalo lonke ixesha kwaye bahlambe izandla zabo ngamanzi nesepha rhoqo.
Nanjengoko ilixesha lase busika, masiqiniseke ukuba banxiba fudumeleyo abantwana pofu benxiba i- uniform yesikolo.
Enkosi🙏