08/05/2024
Career dayโฅ๏ธ๐ฉ๐ฝโ๐ญ๐ฎ๐ฝโโ๏ธ๐ท๐ปโโ๏ธ๐จ๐ฟโโ๏ธ
The existence of the page is to allow you to enterect, engage, discover and learn new information about the learnings no matter your location
08/05/2024
Career dayโฅ๏ธ๐ฉ๐ฝโ๐ญ๐ฎ๐ฝโโ๏ธ๐ท๐ปโโ๏ธ๐จ๐ฟโโ๏ธ
Bazali
Isikolo sikhona ngomso.
Enkosi
09/04/2024
All we want to say is
Thank you ๐๐๐
26/03/2024
Bazali
Oku kukwazisa ukuba u Mrs Simaya kunye no Mrs Mahanjana bazakube besesikolweni ngalomhla ubhaliweyo. Oku kukubabulela ngegalelo abalenzileyo kwimfundo yabantwana bethu!!โค๏ธ๐
Ungaphosa oko unako
1.Gifts are allowed.
Enkosi
Bazali
Ii reports ziyafumaneka esikolweni ngomso
Ngo 8am -9am
Enkosi
23/02/2024
โค๏ธ
23/02/2024
*Anaye Mvelashe*
Uzayokumela Buffalo City Metro
Queenstown๐ฅ๐ฅ๐ฅ๐ฅโค๏ธ๐๐
Congratulations ๐๐
16/02/2024
๐ฅโค๏ธโค๏ธ abantwana aabazosimela kwi District level
Congratulations ๐๐
25/01/2024
Traffic services๐ฅโค๏ธโค๏ธ๐ฎโโ๏ธ
19/01/2024
Here are your Prefects for 2024
Bazali
Ngomso i report ziyafumaneka ngo8:30 kusasa ukuya ngo 10
Enkosi
| Monday | 09:00 - 17:00 |
| Tuesday | 09:00 - 17:00 |
| Thursday | 09:00 - 14:30 |