Molweni Bazali bethu
Please be informed of the grade 7 activity that is to take place. We are requesting that you encourage at home that every learner should support the activity.
Encochoyini Primary School
Encochoyini Primary School is a school that STRIVES TO ACHIEVE.
We strive to excel academically,culturally and technologically.We are grounded on the principle of UBUNTU.We strongly believe that EVERY CHILD
11/08/2026
Molweni Bazali bethu
05/08/2026
Molweni Bazali bethu
It's civvies on Friday. Our theme is DOEK It...
05/08/2026
Molweni Bazali
Oku kukukhumbuza nge Grade 1 online application eqala namhlanje umhla 05 August 2026. Abanengxaki bangeza esikolweni bazakuncedwa. Ukusuka kwintsimbi yesibhozo kusasa ukuya kwicala emva kwintsimbi yokuqala emini. Xa ukwazi ukuzenzela yiya kweli qonga: www.gdeadmissions.gov.za. Qinisekisa ukuba zonke ii documents ezifunekayo uyazifaka esikolweni phambi kokuba kuphele iintsuku ezisixhenxe usifakile isicelo. Nabo bonke abantwana abaku GRADE R kulonyaka, balindeleke ukuba benze i online application.
Khawuleza ke mzali ukuze ungavaleleki Ngaphandle.
Ozithobileyo
Nqununu
28/07/2026
Bazali bethu,
ONLINE REGISTRATION 2027. More information to follow...
Together positively impacting our community.
Hi, parents, please share with your children. We encourage them to nominate the best teacher in their lives. 👌
Click here to claim your Sponsored Listing.
Location
Category
Contact the school
Website
Address
12520 K. Section, Extension 1, Phola Park
Katlehong
2520
Opening Hours
| Monday | 07:00 - 16:00 |
| Tuesday | 07:00 - 16:00 |
| Wednesday | 07:00 - 16:00 |
| Thursday | 07:00 - 16:00 |
| Friday | 07:00 - 15:00 |