19/05/2022
INSERT 31
XOLISA
Lubabalo called me because he didn't know what to do , nyani ngoba nanku uLelo collapsed after hearing about her parents. My brother's carried her to the car uAlu wabe Elika umntanam begging ooTata bathe ukuba bavuse umamakhe .
Mama: Alu mamela sisi umama uzovuka ngoku ngoku xa esiwe kuGqirhaa calm down sthandwaa Sam
Oko elila asinokwaz uhamba naye so bonke abantwana basheka no Mama , Buntu drove off to Cross Road hospital .
LUBABALO .
Bra was driving like a mad man , uSizwe kko ethule , deep down I know that he's hurt ngu Lelo ngoba uyamthandaa . So safika hospital sakhawkhalelwa bamthatha ubaby bamfaka kwii Ward yakhe babusy nguye. So I had to call uSiyanda aze plus nabanye , after 40 min babesenefika bonke
Sethu : bhuti what happened ?
Sizwe : we received a call saying ooTa Vege ( Vuyo Lelos dad ) bafumene ingozi ngoku basuka endlini now uLelo collapsed but she'll be fine .
Siyanda : definitely something happened to mom & dad , who ever mother fu**er done this will pay ( I can see his veins popping out )
Siya : nanku doc esiza
Bongs : how's Lelo doing?
Doc : you Lelomso ?
Thabo: ewe man gqirha
Doc: ohh she's okay nothing happened to her she will he up in no time
Aseza: can we see her ?
Doc : yes , go down straight on your second left door .
Saphakama sonke Saya , safika ejonge phezulu yaqala ntliziyo Yam ubetha kakhulu ngoba inyembezii bezisehlaa kuye.
Me: babyy sithi aba size sonke ( wandijonga and smiled )
Siyanda : mntaka Mama uziva njan
Lelo : I don't know bhuti , what I want to know kukuba abazali bam banjani , nibabonile ? Pls tell they're just fine nothing happened to them .
Thabo : madam we're here to take siye kubo
Thabo wafuna wheelchair yoba simqhube , haybo ubaby seyesisigulane ngoku . I can't even comfort her ,my heart is hurt xa enjee . We got into her moms ward ebephuke nje umlenze elele .
Lelo : ntombendala ? Vuka kaloku ( she opened her eyes engathi uLost )
Mazala: bethuna ndiphi ? Haybo umlenze ? Iphi indoda Yam Lelomso ? Luba ? Zisani uVuyolwethu apha k*m ( she started crying , lelo wamncedisa )
Xolisa: okay Mama hlala kwi wheelchair yakho Sambeni
When we got on Ta Vee's ward everyone was shocked , ebexhakaxhaka ziiMachines , intloko yakhe ifakwe bandage .
Mazala: hayii , hayii Vuyo tshini kuthen unje ? Lubabalo vusani indodam. Hayii Vuyo zintoni ezii
Lelo: tata ? Uyandiva ? Dikela omhle khawuvuke yabona nam into yenu indibeke esibhedlele your princess ilele Nani apha π₯Ί we won't manage without tata yhini
Ladies zaphuma because they were so emotional , Mama ka Lelo akayekanga tuu ukhala uXoli tried to calm her down. Kwathuleka
Mazala : now I remember while Vuyo was driving some car stopped infront of ours that's when he lost control of the car and before lights were out to me there footsteps near the car but khange athethe lamntu .
Buntu : see that'd what I like about abafazii , you've done a great job Noxy , we will be working on something noko . I knew this was not just an accident .
Lelo: when you found those fools call me , I'll finish them off . ( ooBhuti bam bajonga mna , nam mdanyusa amagxa am kaloku π€£ cz bandijonge ngoba ndim lfundise uLelo )
Lelo got discharged ,mamakhe yena ucele ibhedi yakhe ibekwe kwii ward yomyeni wakhee .We went back home to Alu no Mama
Mama: how are they ?
Sizwe : Noxy is fine just umlenze wakhe wophukile , uVuyo I don't know sizova ngomso ku Gqirhaa wakhe because uxhakaxhaka lamfo
Alu: tatomkhulu I don't understand you , yintoni ubuxhakaxhaka ? Is grandpa okay ?
Luba : yes my baby sizova ngomso uba unjani
Alu: Daddy pls ungaphosisi I know you when you not telling the truth , guys pls I'm old enough to handle the situation tell me how's grandpa π₯Ί
Lelo : okay Alu utata is full of machines supporting him , asazi nyani ke what's wrong ( Alu started crying )
Sizwe : there we go , umntu ebethe she's old enough, hayii Nodoli soze ndikufundise noqhuba mos mna xa unje ( we laughed , naye started laughing oko sincokolo sade solala , I was really hurt about my dad . I called Avu ndamxelela , wathi fist thing in the morning bayehla no Zenn , ewe makabuye I'm tired being alone ubhuti engekho , I know I have many brothers but I also need his support njenga bhuti wam wegazi , all I need is to pray for my family I will never be okay if something will happen to my big guy π₯Ί and shame Luba's fam is very supportive , naye ubaby is very supportive . I'm glad entshintshile kwiindlela zakhee , ngoku he's more responsible uyazazi unabantwana . What I'm noticing uAlu akasamfuni utatakhe njengakqala but some sibone lento yakhe , inoba kukhula phaa kuye . I decided to sleep ubaby kudala elele keyena uthe udiniwe shame ubabay ) .
.