11/08/2021
JOB OPPORTUNITY
Isikolo siceba ukulungisa (renovate) indlu kaCaretaker, besicela umntu onesakhono asondele esikolweni azofumana ulwazi olupheleleyo, okanye ukuba kukho umntu omaziyo usidlulisele umyalezo asindwendwele esikolweni (admin office) afune inqununu (Mr Funani).
Enkosi