10/06/2026
๐ข ISAZISO KUBAZALI BAKAGREYIDI 1!
Ukuba ufake isicelo sokwamkelwa komntwana wakho kuGreyidi 1, uyacelwa ukuba uze esikolweni uze kuqinisekisa isicelo sakho phambi komhla we-15 kuJuni.
Ukungaqinisekiswa kwesicelo kunokuchaphazela ukufakwa komntwana wakho.
Enkosi ngentsebenziswano yenu.
๐ซ