Thembalethu Primary School

Thembalethu Primary School

Share

Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Thembalethu Primary School, Elementary School, 197 NELSON MANDELA Boulevard, George.

24/02/2026
Photos from Thembalethu Primary School's post 24/02/2026

Memorial service of Achumile Mondile

23/02/2026

Isaziso
Bazali sicela nenze arrangements zetransport ezithutha abantwana ngomso isikolo sizakuphuma ngentsimbi yokuqala kuba sakube sine memorial service ngentsimbi yokuqala.
Enkosi

18/02/2026

Bazali kungosizi ukunazisa ngomphanga ka Achumile Mondile obengumfundi wethu kwa grade 4. U Achumile usutywa kukufa emveni kwengozi athe wayifumana yokutshayiswa ngoMgqibelo esisuka kuye. Ebengomnye wabantwana ebesisambuka sijonge lukhulu kuye ngenxa yembeko noncumo ebenalo. Ngomhla we 24 February ngoLwesibini sakube sibambe inkonzo yakhe yesikhumbuzo apha esikolweni. Sakuzikhupha iletter eziya ebazalini ezinenkcukacha ethe vetshe. Kusapho lakwa Mondile sithi tutwini siyazi ukuba linzulu lona eli inxeba kodwa sisoloko sinibeka emithandazweni.
Rest in Peace beautiful princess hamba uyokuphumla ke standwa siyambulela uBawo ngethuba asiboleke wena ngalo sibone uncumo lwakho olusuka kwintliziyo enothando RIP ACHU .

12/02/2026

Singalibali ubenza bahle.

29/01/2026

Molweni bazali ndingenela nje ukucacisa ukuba ngomso zi interhouses zase Foundation phase only grade 1 to 3 ngabo kuphela abanxiba iimpahla zokubaleka bonke abanye grade 4 to 7 banxiba uniform baphathe iincwadi kubo lusuku olufana nezinye iintsuku bayakubuya baziswe ngolwabo usuku. Enkosi

10/01/2026

Kubazali abanabantwana abaqala ukufunda e Thembalethu Primary School nantsi I uniform
Girls: Navy skirt no trouser e summer
White shirt
Navy and yellow tie
Navy and yellow socks no white socks
Navy and yellow pull over and jersey
Black School shoes.
No colour braiding no long branding
Boys: grey pant long or short
White shirt
Black School shoes
Grey socks
Same jersey and pull over as girls

Navy windbreaker/ rain jacket sicela zinxitywe ebusika bazali on xa kunetha.
Okokugqibela xa kushushu sicela ningabanxibisi jersey abantwana kuba bayazikhulula zilahleke xa bedlala ingakumbi aba bancinci foundation phase.
Enkosi

10/01/2026

Molweni kwakhona bazali oku kukukhumbuza abazali baka grade R no 1 nge - orientation ngoMvulo 12 January aba baka grade R no 1 aba bebhalisile online for this year 2026 bamkelwa. Naba bebefunda ugrade R apha kuthi bazo kwenza ugrade 1 next year niyacelwa nifike esikolweni monday nizobona class umntwana wakho azofunda kuyo nidibane nootitshala babantwana benu Monday. Amaxesha:
Grade R: 09:00 - 10:30
Grade 1: 11:00 - 12:30
Enkosi kakhulu ndicela silibambe ixesha

08/01/2026

Molweni bazali sicela niqwalasele nikwazi nokuxelela nabanye abazali. Lamabanga alandelayo agcwele eThembalethu Primary School. Enkosi kakhulu ngentsebenziswano.

11/12/2025

Siyabulela mntaka Nowata ngokusidlisa. UThixo akwandisele.

Want your school to be the top-listed School/college in George?

Click here to claim your Sponsored Listing.

Location

Telephone

Website

Address


197 NELSON MANDELA Boulevard
George
6529