19/03/2026
Isaziso!!!
Ngomso imobile truck yakwaHome Affairs iza eSakhululeka ukuzogqibezela ukwenza iIDs zabantwana bakagrade 12, 11 and 10 abakwi age yokwenza iID. Siyacelwa bazali siphathe icertified copies zedocuments ezifunekayo.
Enkosi.
Date: 20/03/2026
Venue: Sakhululeka High School
Time: 08:30
Place: KwaMaqoma