Dlulisa \high School

Dlulisa \high School My school!!! Our school!! We love it!!!! What will I tell my grandchildren if they ask me where I pas

I gained 232 followers in the past 90 days! Thank you all for your continued support. I could not have done it without y...
14/10/2025

I gained 232 followers in the past 90 days! Thank you all for your continued support. I could not have done it without you. 🙏🤗🎉

23/06/2015

Savulwa iskolo bavuma abahlali basa abantwana eskolweni kwabuya uPrincipal omdala babathatha abantwana eskolweni babasa kwezinye...... On this note I say:
"Ubungubanina wena Dlulisa ba unoba sismakade xa neHealdtown yavalwa yayikhuphe izazi nezithwalañdwe zeli lizwe"-

Sekumbovu ndithi Ngxee Ntsengwanekazi ubuyindoda emadodeni nathi siyazingca ngawe.
Uba ngaba lifikile ixesha lokuphumzwa kwakho kuhle kulungile koze kulunge ngenye imini

Lala ngoxolo Dlulisa sibe sikuthanda kodwa asinakunceda
Xa bekuchitha sowukho Ntokazi akhonto kuhle kulungile
Sobuya sibonane kwelizayo iNkosi ibenawe

Usithwalandwe engasoze yohluthwe bani
Indwe yakho igqamile kumazwe ngamazwe nanamhlanje

Lala ngoxolo Dlulisa ugqatso lwakho ulufezile".

(In Lamentation for a closed place of higher learning-: Alma Mater)

14/03/2015

Haybo bahlali yakho ayabikho kuthwanikanti?

19/01/2015

Phambili Dlulisa neenkwenkwezi mazingakunqandi!!!

19/01/2015

There is an outcome that Dlulisa be open again. The old Principal Mr Myataza will be brought back. Ndicela abahlali bayeke utitshala enze umsebenzi wakhe notitshala ajonge umsebenzi wakhe - ezabahlali ziyoxoxwa mva.

31/12/2014

Halala Dlulisa High School is back!!! Abantwana mababuyele eskolweni sabo!!!!!

20/12/2014

My school!!! Our school!! We love it!!!! What will I tell my grandchildren if they ask me where I pas

20/12/2014

Ingxoxo zisamile sobonana kunyaka ozayo!!! Mayibuye iDlulisa noba ibuye njani!! My school am proud of......!!

17/11/2014

Meeting podtponed!! Yhoo!!

13/11/2014

Molweni bahlali sisayiphethe iDlulisa kwi-agenda:- Hands up abathi mayivulwe kwakhona. Hands down abathi mayivalwe!!

Alma Mater for Dlulisa stand up and unite for re-establishment of your school
12/11/2014

Alma Mater for Dlulisa stand up and unite for re-establishment of your school

Address

Mnyameni Administration Area
Centane
4960

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Dlulisa \high School posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Shortcuts

Share

Category