UWC Xhosa student society

UWC Xhosa student society

Share

16/06/2026

Usuko lolutsha - Youth Day❤️✊

Namhlanje sikhumbula igalelo lamaqhawe olutsha olwaphulukana nobomi ngomhla we-16 Kweye Silimela ngo 1976. Sikhuthaza ulutsha ukuba lukhokele, luphuhlise kwaye luzise utshintsho oluhle eluntwini. Makube chosi, kube hele. 👏🏽

04/06/2026

INYANGA YEMPILO YENGQONDO YAMADODA

Ukuba uziva uxinekile, udakimbile okanye ujongane nemingeni yobomi, musa ukuthwala umthwalo wedwa. Ukucela uncedo akubonisi buthathaka, koko kubonisa amandla nesibindi.

“Amadoda athethayo ayaphila”

04/06/2026

*INYANGA YEMPILO YENGQONDO YAMADODA*

Ukuba uziva uxinekile, udakimbile okanye ujongane nemingeni yobomi, musa ukuthwala umthwalo wedwa. Ukucela uncedo akubonisi buthathaka, koko kubonisa amandla nesibindi.

“Amadoda athethayo ayaphila” 🗣️✊🏾

04/06/2026

Happy Pride Month 🏳️‍🌈❤️

04/06/2026

Ukudibana kwabantwana bomgquba kwi Mbadu❤️🔥

04/06/2026

Izogqeba zase Ntshona Koloni🔥

10/05/2026

IMBADU FRIDAYS🔥❤️.

10/05/2026

Ukubhiyozela ooNozala belizwe❤️🥳. ❤️

10/05/2026

Eny yembongi zekhaya❤️.

10/05/2026

Ikhaya elikude nekhaya

Want your school to be the top-listed School/college in Cape Town?

Click here to claim your Sponsored Listing.

Location

Website

Address


University Of Western Cape
Cape Town