Eblorweni Primary School

Directions
26/11/2025

Molweni Bazali

Sicela okukhumbuza ukuba abantwana ukuba ngomso banxiba full uniform, hayi I Jean.

Ndicela sixelele nabanye

Enkosi kakhulu

Molweni BazaliNqabeni Location naku Siwisa LocationNiyacelwa nizolanda iiforms zoku applyela scholar transport for abant...
25/11/2025

Molweni Bazali

Nqabeni Location naku Siwisa Location

Niyacelwa nizolanda iiforms zoku applyela scholar transport for abantwana abafunda Eblorweni Primary School, abahamba umgama oyi 5km ukuya phezulu.

Ixesha 8 am to 12 pm
Ukusuka ngomhla ka 26 November ukuya 05 December 2025.

Ozithobileyo
N. MBANJWA.
(Principal)

🔔🔔ATTENTION 🔔🔔2026 Admission is open.Kindly share to everyone.
24/10/2025

🔔🔔ATTENTION 🔔🔔

2026 Admission is open.

Kindly share to everyone.

25/09/2025

Celebrating heritage day!

25/09/2025

This institution is focusing on improving the performance of learners everyday.

Address

Nkantolo A/A EBLORWENI LOCATION, BIZANA
Bizana
4800

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Eblorweni Primary School posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Shortcuts

Share

Category