Vulamazibuko Primary School

Vulamazibuko Primary School Sonqandwa ziinkwenkwezi

24/08/2026
24/08/2026

Molweni Bazali baseVulamaziko Primary School

Isaziso: Open Week

Iintsuku :uLwesibini we25th noLwesithathu we26th August 2026
Ixesha: 13:00 to 14:30
Grades: 4,5,6 no7

Abazali bayacelwa ukuba bazokudibana nootitshala ngomsebenzi wabantwana nokubonisana ngenkqubela yabantwan ezifundweni.

Enkosi
Mnu. Mathiso
(Utitshala)

10/08/2026

Mzali obekekileyo
Ngokuzithoba okukhulu uyaziswa ukuba bonke abazali babantwana abafunda Vulamazibuko P.S ukuba intlanganiso yabazali ebimiselwe umhla we10.08.2026(namhlanje
isigqebo solawulo lesikolo(SGB) siyayirhoxisa ngenxa yemo yezulu ,umhla ehlehliselwa kuwo wobuya waziswe ngembalelwano.enkosi
Ozithobileyo
S.Kolomba (Chairperson)

07/05/2026

Molweni Bazali

Changes on learner school attendance notice.

Molweni Bazali

Isilungiso/isingxengxezo

Ngabantwana baseVulamazibuko Primary School bakaGrade 1,2 and 3 bodwa abazakubuyela esikolweni ngoMvulo.

UGrade R, 4,5,6 and 7 bayangena bona NgoLwesihlanu.

Enkosi ngentsebenziswano.

Mr Z A Mathiso (utitshala)

05/05/2026

Molweni Bazali

Abantwana baseVulamazibuko bayacelwa ukuba bangezi esikolweni ngomso, ulwesithathu, nangolwesine, ngokomyalelo wesebe lezeMfundo.

Bazakubuyela esikolweni ngoLwesihlanu.

Enkosi ngentsebenziswano.

Owenu
Mr Z A Mathiso

Mrs Jafta's infants choir and Ms Xaba's juniors choir took 2 trophies for Vulamazibuko, both at 3rd place.Halala Vulas h...
02/05/2026

Mrs Jafta's infants choir and Ms Xaba's juniors choir took 2 trophies for Vulamazibuko, both at 3rd place.

Halala Vulas halalaaa! πŸ†

05/12/2025

An important message to parents of Vulamazibuko Primary School from our Deputy Principal Mr Mathiso.

P2
04/11/2025

P2

Just celebrated an amazing Prize Giving Day ceremony! πŸŽ‰πŸ† Huge congratulations to all our award winners and participants!...
04/11/2025

Just celebrated an amazing Prize Giving Day ceremony! πŸŽ‰πŸ† Huge congratulations to all our award winners and participants! Your hard work and dedication are truly inspiring. Special shoutout to our learners, teachers, and staff for making it such a special day! πŸ“šπŸ’« And a huge thank you to our amazing parents for your unwavering support and partnership - we couldn't do it without you! πŸ™

Address

Broadway Street
Aliwal North
9750

Opening Hours

Monday 07:45 - 14:30
Tuesday 07:45 - 14:30
Wednesday 07:45 - 14:30
Thursday 07:45 - 14:30
Friday 07:45 - 13:30

Telephone

+27516333155

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Vulamazibuko Primary School posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The School

Send a message to Vulamazibuko Primary School:

Shortcuts

Share

Category