17/01/2024
#*Copied*
Bazali kulonyaka masizameni ukuya kwi parents meetings ezikolweni ezifunda abantwana bethu ukwenzela sizova I developments and changes that are being implemented and be part of the decisions kwizinto zesikolo nemfundo yabantwana bethu.
Otitshala ne SGB they need your support ukuze imfundo yabantwana benu iphumelele. Masiyeke uhlala sikhalaza xa sifumana imbhalelwano ezi s**a esikokweni kodwa asinagalelo to make change.
Abantwana bethu masibazi I subject's abazifundayo bazali, bazi otitshala abafundisa umntwana wakho. Let us support the teachers to better our kids education, masohluleke sizamile sonke.