Kuba sendibuyile

Kuba sendibuyile

Share

Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Kuba sendibuyile, College & University, 305 lstreet, Alexandria.

29/01/2021

Yhini kwasizungu yazizikhalo sasala k*mjelo wentlungu walalemini uleta unyana kamatshawe wasabela ubizo singqiyame ngawe ayifaninawe eyongena emzini ungabizwanga kwaye zange wasilahla unathi kulonko ndilila ndinethemba lokuhle nolonwabo k*manyange kuzaliseku indlela ezimhlophe Luba ndayazi uyakusimela masixole gaIi lo leta bolibele utamkhhulu sambona ngethonga dadebawewo skhukhukazi ungayekeleli izulu limbizile amanyange Andile

21/05/2020

Masambe ntangam siyo qokelela inkonde izazi zize kundinona ukuba bekungoku ngewngandi mameli ungenzi ngewqhumisa singcazelane sincokole ngempilo uqhubekeka kuba sendi buyile✊✊

23/08/2019

Ukholo lwam alisayi kuba zintsasa nibase ngazo ndinguntswentswe kwanyoko ndingu xesibe kwa yihlo ndili kholwa ukrestu ndimthandaza mihla le andisayi kuhluthwa zibongo ngama xhalanga ndizo phumelela igama lam alinanto kwenza nokundi gxeka lithi kuzo lunga

Page2*page3loading... Bhut Lunga Ncipa

23/08/2019

Amanxeba am niwa tyhuthulele nge tyiwa nandula ukundi nyathela ebusweni nandi ncuntsa ngo mga epundwin watsholoza k*m amanzi owamise ngeketile zam ndaphelu mzimba ndayintlekisa ndabhala izibongo bongo amathumba ekhala abantu bendihleka ndaphelelwa ngamandla kwasheku kholo

pages(1)*page2*(loading)

21/08/2019

Ngembeko ndiyathoba kodwa nimi ngondi qoba isdima Sam nasi thoba ndoyiswa kuthetha kuba ndoyika nindinqole zinyoka zamaxhalanga 😒😒😟

Opening (page)πŸ•”-_intro_ nokthula Nokuthula Mahomba

Want your school to be the top-listed School/college in Alexandria?

Click here to claim your Sponsored Listing.

Location

Telephone

Website

Address


305 Lstreet
Alexandria
6185