SAKHA Izindlu EZINTLE-nge less price

SAKHA Izindlu EZINTLE-nge less price

Share

mthatha at slovo, ncise, kwalink, Mandela and kwadosi

05/02/2023

Rip πŸ’”πŸ’”πŸ’”πŸ’”πŸ’”

11/09/2022

Molweni bahlali, ndingumakhi wezindlu, oko ndenze le page baninzi abantu ndabancedayo, aba desparete for umntu azokwenza into enzotshintsha ikhaya lakhe or umzi wakhe.

Yekani ukuthanda into ezicheap nabakhi bazo, nizozisola se kumoshakele...
Anditsho ukuba am good, nam ndiva ngaba sendibenzele izindlu zabo bendincoma...

Kwathwa singo Vus'umzi...

U December ufikile indwendwe nizozilalisa phii?
Ngoba lo 2rooms nihlala kuwo mncinci, kwanina na bantwana benu anilingani... With us, you can change your home..

Whatsapp or Call:
060 406 8922
060 407 1843

Sise viedge emthatha okwangok..

Photos from SAKHA Izindlu EZINTLE-nge less price's post 04/09/2022

Okwangoku silapha e emthatha...

Double garage with 8 corners, 2 rooms, opened space of dinning room and Barth room between 2 rooms...
Call or WhatsApp: /

13/06/2022

KuGatyane is where we are.....

Photos from SAKHA Izindlu EZINTLE-nge less price's post 25/04/2022

Sanuthanda into ezi cheap nabakhi aba cheap, bazokwenzela umzi wakho ube cheap nawe ube cheap, into ezi cheap ziwe kubenzima ukuzivusa.

Negotiable prices are available sikwakhele ikhaya lakho libelihle thina singo SAKHA SAKHA Izindlu EZINTLE-nge less priceSAKHA Izindlu EZINTLE-nge less priceSAKHA Izindlu EZINTLE-nge less price less price, sithi izandla ziyagezana asisebenzeli ukutyeba we are helping 1 another...

05/02/2022

2 Rooms

Photos from SAKHA Izindlu EZINTLE-nge less price's post 05/02/2022

Nazoke bazalwane, singayenza neyakho indlu ngamaxabiso afikelelekayo...

Xa ungafikeleli kuyaboniswana.

Photos from SAKHA Izindlu EZINTLE-nge less price's post 13/01/2022

Senza konke okufunayo endlini yakho...

Photos from SAKHA Izindlu EZINTLE-nge less price's post 17/12/2021

Done at maclear engcele ngase ngxotho 3 days back

For more information WhatsApp or call:

060 406 8922
060 407 1843

Photos from SAKHA Izindlu EZINTLE-nge less price's post 15/11/2021

Mthatha Jobs Opportunities in Eastern Cape

02/10/2021

Nazoooo bethunana....

Photos from SAKHA Izindlu EZINTLE-nge less price's post 01/09/2021

Yard Concrete flooring

Want your school to be the top-listed School/college in Umtata?

Click here to claim your Sponsored Listing.

Location

Category

Telephone

Website

Address

Maqonda
Umtata
5090