28/01/2025
To abantwana baseHala sss... abathuthwa zizithuthi... sanukoyika undixelela or ureporter driver into abayenzayo ndikhona for nina ungandibamb nalapha kufb or nakuwatsap 078 908 9039... so that banganicinezeli ninamalungelo athile kwezamoto kuba zithutha nina...
Ayithi ke lonto nani bagezeleni or nibakhwele entloko kuba bangabazali kuni...
Enkosi....