13/04/2020
Espisode 6
Endleleni eya emqudalwaneni ngenqwelo mafutha ka Mr Khenku , ngu Mr khenku uyabacebisa wagqibela ngoba thandazela .. Zola uthethisa Zoliwe emveni komthandazo
Zola : Mholo Zoliwe uziva njani ngalento siyuhambayo
Zoliwe : (π) Yhooo mna ndoyika nyani ngxaki bakele-kele abantu apha phandle
Zola : (Emkhuthaza) Hayi ππ Ndikuthembile futhi masithembe Thixo ibingeke asise pha gqiba ayosenza abahluleki sise ngenjongo pha funeka thina sisebenze ngako konke esinako
Zoliwe :( kucaca uba lamazwi ka Zola amchazile kakhulu ) Ndabulela Zola kakhulu ππ
Zola : Hayi subulela k*m bulela ku Thixo lo wenze bekule ndawo kuyo namhlanje
Kwacaca uba Zoliwe qaphela into ezintsha ebenga zazi ku Zola ukuhlakanipha , nokoyika Thixo , ukuthobeka ezonto zamenza waqala kuthetha yedwa enqondweni yakhe
Zoliwe : πππ Tyhini Zola ndamthanda nyani uyondomeleza futhi ndafuna ukuba naye namhlanje xa sibuya ndizamvuma ngeke ndifuna uba naye kaloku ngowam yena ππππ
Zola : sele sifikile ngoku , tyhini khona wancuma kangaka ?
Zoliwe : (wothuka) Hayi wethu akhonto
Bafika ke kwi holo apha kudibene khona izikolo ngezikolo laqala qudelwano kwacaca uba Zola no Zoliwe banqenqeza phambile kweze nzululwazi kufike ixesha loba kubize abaphumeleleyo , baphuma phambile bobabini into eyamonwabisa Mr khenku wazinyembezi yiva Zola uba uthini
Zola : Mfundisi le ndondo akuyo yethu nasikolo yeyakho silapha nje namhlanje kungenxa yakho , lulwazi lwakho thina senze oku wasixelela khona
Zoliwe :(emoyizela lulonwabo , elila nolila engazi noba makathini )
Mr khenku : (elila nyembezi zovuyoπ’π’) Bantwana bam oko ndafundisa ndaqala uke ndifundise abantwana bandibeke kule ndawo nina nindenze ndakuyo namhlanje andazi noba ndithini ndaziqhenya ngani bantwana bam ( ebahaga)
Zoliwe : Zola bendicela thetha nawe ( wamsa endaweni emfihlakeleyo) Zola ndizakunika ithuba uba sithandane ππ nam ndakuthanda
Zola : ( encuma πππ)
Uthe esancume njalo Zola , Zoliwe wamncamisa(ππππ) endlelen godukayo