OoDlamini nabatshana

OoDlamini  nabatshana DLAMINI JAMA SJADU CUBUNGULASHE NOMANA SANDLULUBE

10/03/2019

Molweni MaZizi nani batshana its been a while

09/07/2017

EMazizini nisaphila kodwa?ndisanithanda lanto indala

30/07/2015

Molweni maZizi amahle,nilale kamandi nombethe ingubo yothando nemvisiswana ndinithanda ngentlizio engena mkhinqi

12/09/2014

Namkelekile eMazizini nina bafikayo ndiyanithanda kakhulu qha umntu usaxakekile

Mazizi amahle ndithi nilale kahle ningalibali ukubulela kumdali nangawuphi na umzuzu aniphe wona
19/07/2014

Mazizi amahle ndithi nilale kahle ningalibali ukubulela kumdali nangawuphi na umzuzu aniphe wona

13/07/2014

Molweni Mazizi nisenathula ndifuna ukuthi nilonwabele usuku langecawa ndinithanda into ende

11/07/2014

Mazizi amahle xa umntu ekwazile ukufikele kulendlu ndcela azame ukungenisa namanye amazizi

21/06/2014

Mazizi amahle ndiyabulisa ngalentseni nilele njan nabatshana bam bo?

20/06/2014

Ndiyanamkela apha eMazizini ndithe mandisike elinxiwa kona sizokwazi ukuthetha ezendlu

Address

Mount Frere

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when OoDlamini nabatshana posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Shortcuts

Share

Category