Ikamva Lesizwe Combined School

Ikamva Lesizwe Combined School The purpose of this page is to update the parents, alumnae and current learners of what's happening at our school.

23/08/2022

Molweni bazali,
Bayacelwa abazali babantwana bakwaGrade 7A bangayilibali intlanganiso engo2 this afternoon kula klasi yakwa7A.

Enkosi

15/02/2022

Bazali niyacelwa ukuba abantwana nibaphathise iLunch ngomso naThursday.

Enkosi

06/12/2021

Bazali niyacelwa nizokulanda I reports zezi Grades ngoku ngo11:00 AM.
Grade R - Grade 3

Enkosi.

11/05/2021

Bonke abantu abebefake kwilearnership yeAgriculture bayacelwa ukuba babe sesikolweni ngomso ngo12. Kucelwa nize neCV zenu, certified copies zeID and grade 12 certificates as well as iproof of residence.

05/05/2021

Uyacelwa wonke umntu obefake kwiLearnership ye-Agriculture ukuba azabe sesikolweni ngomso umhla we6 May 2021 ngentsimbi ye10:00. Kuzobe kusenziwa i-Induction.

22/04/2021

A call to all Alumni and Alumnaes who passed their matric especially those who passed Life Science or Agricultural Science: The department of Education is looking for 50 candidates to partake in an Agriculture Learnership at Fort Cox. There will be a stipend which will be announced later on. Submit a certified copy of ID and Certificate or Statement to Mr. Gqamane as soon as possible.

Thank you.

19/04/2021

A call to all Alumni and Alumnaes who passed Agricultural Science with 50% in their matric: The department of Education is looking for 50 candidates to partake in an Agriculture Learnership at Fort Cox. There will be a stipend which will be announced later on. Submit a certified copy of ID and Certificate or Statement to Mr. Gqamane or Ms. Fihlani as soon as possible.

Thank you.

30/03/2021

Bazali ababekekileyo, ndinikhumbuza ngolwanyulo lweSchool Governing Body oluzakube lungomso umhla we 31 March 2021 ngentsimbi yesihlanu (5PM). Nize ngobuninzi benu.

Enkosi.

23/02/2021

Well done to the Matric Class of 2020.

09/02/2021

Bazali, ukuba kusekho abazali abanabantwana ekufuneka bebhaliswe kwaGrade R niyacelwa ukuba nizo kubabhalisa ingekapheli le veki.

N**i izinto ezifunekayo:
1. Copy yebirth certificate yomntwana
2. Copy yomzali yeID.

Enkosi

07/02/2021

Molweni bethuna. Bayacelwa abazali abanabantwana abazakufunda uGrade R bazokubhalisa abantwana babo before bavule izikolo abafundi.

Kudingeka ntoni emzalini?
1. Copy ye-ID
2. Copy yebirth Certificate

Umntwana wakho kufuneka Abe Kanti uneminyaka emine ezakuba nemihlanu ngoJuni (4 turning 5 in June).

Sakuvuyiswa yintsebenziswano
Enkosi

Address

Kenton On Sea

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Ikamva Lesizwe Combined School posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Shortcuts

Share

Category