School Resource Officer Oscar Mpetha High School.

School Resource Officer Oscar Mpetha High School.

Share

The views represented on this page are those of Authors and not necessarily those of Oscar Mpetha High School.

15/12/2025

Congratulations to all those who progressed to the next Grade.🎊

24/11/2025

Nokokuba usokola kanjani kokwenu ungaze uyenze into yokuba uthathe i firearm okanye nasiphi na isikhali uyofuna imali ebantwini,imeko yakokwenu yona izakudlula ayikho permanent.Khumbula xa unyamezele imfundo uyakulitshintsha ikhaya lakho.❤🙏🏽

02/11/2025

Peer pressure yinto yomzuzwana uze ungavumi ngawe abazali bakho bajonge lukhulu kuwe.

31/10/2025

Ukuba awuphulaphuli xakuthiwa hayi uzakukhulela phantsi komhlaba uxelise izambane.🥔

30/10/2025

Noba singaxabana kangakanani kodwa ndinqwenela uphumelele ebomini.❤🙏🏽

23/10/2025
15/10/2025

Congratulations to this Top Achiever of Grade 12D🎊🎉🙏🏽

08/10/2025

Congratulations to Zodwa Dayeni for being Awarded as After School Art and Coaching Excellence.🎊🎉❤🙏🏽

26/09/2025

Thank you Angie for your perseverance.❤🙏🏽

15/09/2025

Ilizwi lomnt'omdala alityiwa nja,sikhule thina abazali bethu besitsho sabaphulaphula kwala ntoni nina sizukulwana ndini esingevayo.

Want your school to be the top-listed School/college?

Website