Hi everyone.
I will write this in IsiXhosa as my target audience is mainly amaXhosa.
Ndicinga ukuba asithethi ngokwaneleyo ngengxaki esikuyo ngolwaluko. Urhulumente uyazenza programmes zokukhawulelana neengxaki ezidibene nolwaluko, kodwa ekuhlaleni akwenziwa ngokwaneleyo yilento sisajongene nengxaki yokusweleka kwabakhwetha. Amakrwala abuya enedepression, drug abuse, violence and anger esuthwini ngenxa yezinto abadlula kuzo.
1. Amakhankatha athatha amanani amakhulu wabakhwetha surely lonto yenza ukungahoyeki kakuhle kwabantwana.
2. Kungena nokuba ngubani ezikhwetheni ukuba nje umntu yindoda uzibona enelungelo lokunxibelelana nabakhwetha. Eyokuba ukwesiphi isimo, unesakhono esingakanani ayithathelwa ngqalelo
3. Amanye amakhwenkwe akhohliswa ngamanye ukuba azibe ayokoluka kungalandelwanga mithetho ebekwe ngurhulumente makhwenkwe lawo angayaziyo ubungozi nobunzulu bokwenza lonto
4. Njengoba kuselukelwa endle nje, umngcipheko ubamkhulu kuba necriminals zifumana easy access: risk of being r***d, ukubethwa, nokukhuthuzwa.
kulesociety esiphila kuyo ukwalukela endle kuserelevant? okanye kungenziwa ntoni ukuqinisekisa ukhuseleko lwabakhwetha?
Zikhona iindawo ekungasweleki bakhwetha kuzo, uphando alunakwenziwa or kubekho unxibelelwano kwiitraditional leaders zezondawo kuboniswane ukuba kuphosakala phi kwezi kuswelelwa kuzo ngamanani?
Ndiyayazi ke nizakubuza ukuba ndiyazi njani yonke le information. Abantwana bayathetha and kudala bethetha, zininzi records of interviews zabantwana abaya esuthwini babuya benengxaki. Bekukho nevideo yamakrwala aphethe izikhali edolophini. Kubonakala ngathi ngoku disadvantages zedlula disadvantages kwinto yokwaluka.
Kuthwani xa kunje?
NB: The page is not for making profit but a platform to talk and learn about cultures as they evolve.
East London Museum Anthropologist: Nandipha Mlonyeni
My role is to conduct research on Cultures of people living in East London and surrounding environments.
I educate and promote social cohesion, tolerance, respect and acceptance amongst people.
Nandi EL Museum
Anthropologist EL Museum
Hi everyone, welcome to my page. This is a platform to educate and engage on different cultures in the Eastern Cape. As an Anthropologist, I apply an objective mind on aspects of culture. My role is to promote respect, tolerance, acceptance and social cohesion in the community. Please engage with respect, insults and discrimination is not accepted on this page. You can share my posts so that we can reach as many audiences as possible, as we will be discussing social ills and challenges relating to culture.
For any queries relating to culture please contact me on 043 743 0686 during office hours or email [email protected]
Click here to claim your Sponsored Listing.
Location
Category
Website
Address
London
5247