Zuzile Primary School

A primary school that is situated in the dusty streets of Mdantsane in N.U 8

Operating as usual

Photos from Zuzile Primary School's post 06/02/2024

Molweni bazali niyamenywa ngomso kulentlangano ngobuninzi benu.

Enkosi
Miss N.Mvemve

Photos from Zuzile Primary School's post 22/04/2023

Zuzile Primary School would like to say THANK YOU to the Ntombam Group,for their generous donation of Sanitary pads. Your donation will enable many of our young girls from underprivileged background to understand and embrace menstruation from now on.

We are also extremely thankful that you chose us amongst other schools,we truelly appreciate that, your great gesture means it will help in shaping the future of our children

We are looking forward to a continuing positive relationship with you and everyone that you worked with.πŸ™πŸ™πŸ™πŸ€

With lots of love
Miss U.Xayayimpi
N.Mvemve

20/02/2023

Molweni Bazali ababekekileyo
Oko kukunicela nikhangele iileta ezinimema kwintlanganiso yabazali ezakuba ngolwesithathu umhle we 22-02-2023,bazakubuya nazo iileta ngomso umhla wr 21-02-2023.

Sakuvuyiswa bubukho bakho mzali

Ozithobileyo
Miss N.Mvemve

Photos from Zuzile Primary School's post 18/01/2023

Welcome back to abafundi bethu...Enkosi kakhulu kubazali,abasebenzi,kootishala kunye ne SGB yethu...
Kumama u Mandoyi enkosi ngomthandazoπŸ™πŸΌπŸ™πŸΌπŸ™πŸΌ

Siphathisane kakuhle kulo nyaka ka 2023!!!

Halalaa halalaa HAPPY NEW YEAR!!!

Miss Mvemve

18/01/2023

Molweni bazali ababekekileyo

18/01/2023
31/12/2022

Molweni bazali ababekekileyo.

02/12/2022

Molweni bazali ababekekileyo, esi sisicelo nesibhengezo sokuba abazali bonke baphumelele kumhlangano oyakuba nge 9th ka December 2022,ngentsimbi yeshumi (10am),nalapho sakube sijonge ukukhupha ii report zabantwana ngethemba.

Enkosi
Miss N.Mvemve

Photos from Zuzile Primary School's post 25/10/2022

Molweni bazali... namhlanje kuzalwa u chair person we SGB u Nocawa Lujiza...simnqwenelela eminye emininzi iiminyaka...HIP HIP HOOORAAAAAY!!!!πŸŽ‚πŸ₯³πŸŽŠπŸŽ‰πŸ’πŸŽˆπŸŽ‚πŸŽŠπŸŽ‰πŸ’πŸŽ‚πŸ’β€οΈβ€οΈ

09/09/2022

Molweni bazali

Masithabathe elithuba lokubulela kubazali abathe basixhasa xa besikhuphe isibhengezo sokuthi abantwana mabaze nee SMART PHONES esikolweni,kunye nabo bebengakhange bakwazi ukuza nazo iiphone bangxengxeza siyabulela kuni nonke,ngelishwa ke akhange afike umntu ebezakubonisa abantwana le App ye Maths,kodwa siyathemba ukuba uzakuphinda alenze ixesha azokusibonisa.

Ngoko ke siyacela sibongoza ukuba ii SMART PHONES zingazi esikolweni kude kuphinde kuphume enye I notice.

Enkosi

Miss N.Mvemve (Principal)

05/09/2022

Molweni bazali base Zuzile...ndiyathemba kusekuhlemkuni nonke...Bazali le yi notice yabantwana abaku grade 4-7 siphazame ngokungakhuphi esisibhengezo ngethuba,ngomso ngoLwesibini kuzakufika umntu olichule lwe Maths,uzokubabonisa iindlela zokungena nokuxhasa abantwana kwizifundo zeemaths ezifownini zabo,kuceliwe ke abantwana baze nee smart phones zabo bakwazi ukuzisebenzisa ngala period baboniswe ukuba bazakuzisebenzisa njani xa besezindlini,nje ke bebonisiwe ukuba le app ye maths izakufakwa njani,kwaye nomntana xa esendlini ii lessons kunye nee messages uzakuzijonga njani...siyacela ke Bazali baphathe ii SMART PHONES ONLY FOR TOMMOROW!!!.
Sicela nincede niyazi ukuba isikolo asizokuba noxanduva lokophulwa,ukulahleka nantoni na enokwenzeka kwi Smartphone eso,sicela sibanqwanqwade baziphathe kakuhle iiphone,sizakuzifaka e boxin sizigcine kude ibelixesha lokusetyenziswa kwazo,naxa zigqibile usebenza zibuyela kwi box,u Tishara uyakumnika xa egoduka umntana,emthemba uzakugoduka nayo ingenangxaki...

Ozithobileyo
Principal Miss N.Mvemve

17/08/2022

Molweni bazali....bekumnandi namhlanje eskolweni...kudlalwa ii sports...Phumelelani and Zuzile kwi Rugby,Soccer and Netball

Under 12 Netball lost 10-0
Under 13 Netball drew 9-9

Under 13 Soccer won 3-1
Under 13 Rugby won 25-5

Well done to all who participatedπŸ‘πŸΌπŸ‘πŸΌπŸ‘πŸΌπŸ‘πŸΌπŸ‘πŸΌπŸ‘πŸΌπŸ‘πŸΌπŸ‘πŸΌ

Photos from Zuzile Primary School's post 12/08/2022

Molweni bazali...please help us in wishing a wonderful BIRTHDAY to our deputy secretary....we hope that she enjoyed her day...and may all her dreams come true...πŸŽ‚πŸŽˆπŸŽ‰πŸŽŠβ™₯οΈπŸŽŠπŸ’πŸŽ‚

Photos from Zuzile Primary School's post 05/08/2022

Molweni bazali,yhoooo bekummandi kuzilekese ngalemini yamhlanje iyi funny day kubantwana bethu, bebebahle ngenene,oosisimakoti noo bhuti,the purpose of the day was fulfilled...enkosini bazali.

Photos from Zuzile Primary School's post 03/07/2022

Molweni bazali... can we please wish our PRINCIPAL MISS MVEMVE a HAPPY BIRTHDAY, May the good Lord keep blessing her...HIP HIP HOORAY!!!!πŸŽ‚πŸŽ‰πŸ’πŸŽŠπŸ™ŒπŸ½πŸŽ‚πŸŽˆπŸŽ‰πŸŽŠπŸ™ŒπŸ½πŸ₯³

01/07/2022

Molweni bazali...oku kukunazisa nge funeral ka Miss Nkonki eyokuba ngomso 02/07/2022

Photos from Zuzile Primary School's post 27/06/2022

Ah!!! Chizama, Bhuruma, Ncenceza,Ncoko siyaphinda sithi Mlanjana, Mlowa into ezitya inyama ikrwada umlambo awuwelwa uwelwa zinkonjane kuphela zona zinamaphiko obhabha, sithi phumla ngoxolo...ugqatso lona ulufezile.

Funeral of the late Miss Nkonki will take place on the 2 of July 2022 ,kwa 16 endlini yakhe...Enkosi.

Photos from Zuzile Primary School's post 10/06/2022

Molweni bazali...yafika imini ibikade ixelwa....PYJAMA DAY bebehle abantwanaπŸ‘­πŸ‘­πŸ½πŸ‘«πŸ½πŸ‘£πŸ€ΌπŸ½πŸ€ΌπŸ½β€β™€οΈπŸ€ΌπŸ½β€β™‚οΈπŸ’ƒπŸ½πŸƒπŸ½β€β™€οΈπŸ’ƒπŸ½

Photos from Zuzile Primary School's post 13/05/2022

Molweni bazali

Besifikelwe ngu Bonnita milk bezosikhuthaza ngokuqokelela amaqokobhe obisi...siyacela ke bazali nincedise nani ekuthengeni u Bonnita milk only ukwenzele umntwana kunye neskolo bafumane ii prizes...eyona bayivuyeleyo yila Bicycle kunye nemali ezakufunyanwa sisikolo esithe saqokelela kakhulu.🀣🀣🀣... masenzeni ke bazali...SINITHEMBILE

Yhooo bekumnandi kukho ne challenge ye boys and girls...kwa wina iiBOYSπŸ‘πŸΌπŸ‘πŸΌπŸ‘πŸΌπŸ‘πŸΌπŸ‘πŸΌπŸ‘πŸΌ WELL DONE πŸ‘πŸΌ βœ” πŸ‘ πŸ‘ŒπŸ½

13/05/2022

Bonnita milk is here

Photos from Zuzile Primary School's post 12/05/2022

πŸ€£πŸ€£πŸ€£πŸ€£πŸ€£πŸ‘πŸΌπŸ‘πŸΌπŸ‘πŸΌπŸ€£πŸ€£πŸ€£πŸ€£ kumnandi esikolweni

12/05/2022

Molweni bazali...
Izolo bekumnandi kubantwana bethu xa bebesenza I school bag challenge....Siyabulela ngobavumela baphathe iizinto zekhaya🀣🀣🀣🀣 wena mbiza...sink...xandisuka...suitcase...briefcase...coolerbox...yeeey kuninzi ukubala...enkosini bazali NANGOMSO!

23/04/2022

Please help us in wishing our TREASURER a happy blessed day...may all her wishes come true πŸŽ‚πŸ₯³β€β™₯οΈπŸŽˆπŸ’πŸŽ‚πŸ’ƒhip hip hoooray

19/04/2022

Molweni bazali

Ngomhla we 21 April 2022 kuzobe kukho ii class meetings kuzo zonke ii grades :

Foundation Phase
09:00 - 11:00

Intermediate Phase
11:30 - 13:00
Siyanicela sinibongoza niphumelele ukwazi ubone umntwana wakho uqhuba njani ngokwezemfundo,ngokwesimilo eklasini kwanezinye iizinto u Miss anokuziveza ngaye...

Sokuvuyisea bubukho benu.

Enkosi
Principal
Miss N.Mvemve

20/03/2022

Molweni bazali
Ngolwesithathu kuzakubakho umhlangano wabazali...sicela wonke aphumelele ngo 11h30 enkosi.

24/02/2022

Please help us in wishing our beloved Deputy chairperson Milicent a Happy birthday πŸŽ‚ πŸ₯³ πŸŽ‰ 🎈 🎁....may your day be filled with joy and love....to many more yearsπŸ₯³πŸŽˆπŸŽ‚πŸ’ƒπŸŽŠπŸŽ‰πŸ’ƒπŸ₯°

Want your school to be the top-listed School/college in Mdantsane?

Click here to claim your Sponsored Listing.

Videos (show all)

Bonnita milk is here
Zuzile School anti drugs campaign
Zuzile school

Location

Category

Telephone

Website

Address

Mdantsane

Opening Hours

Monday 08:00 - 14:00
Tuesday 08:00 - 02:00
Wednesday 08:00 - 14:00
Thursday 08:00 - 14:00
Friday 08:00 - 14:00
Other Schools in Mdantsane (show all)
Funulwazi Primary School Funulwazi Primary School
Mdantsane

It's a primary school situated in nu 2

King's College Mtsotso King's College Mtsotso
Mdantsane East Industrial
Mdantsane, 5219

A school where learners are provided with quality teaching and a learning experience which is caring.

ThandoAutism School ThandoAutism School
855 N. U5
Mdantsane, 5219

This page is strictly for children who have the condition known as autism

Wongalethu High School Wongalethu High School
NU 2 5107
Mdantsane, 5219

Wongalethu high school is an inclusive education school based at Nu 2 Mdantsane in East London.

Chuma Junior Primary School Chuma Junior Primary School
1053 N U 5a Mdantsane
Mdantsane, 5219

Chuma Junior Primary School was opened on the 13 July 1971